Yoshuwa 24:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Emva koko uYoshuwa wawabhala la mazwi encwadini yoMthetho KaThixo+ waza wathatha ilitye elikhulu+ walibeka phantsi kwala mthi mkhulu ungakwindawo engcwele kaYehova.
26 Emva koko uYoshuwa wawabhala la mazwi encwadini yoMthetho KaThixo+ waza wathatha ilitye elikhulu+ walibeka phantsi kwala mthi mkhulu ungakwindawo engcwele kaYehova.