Yoshuwa 24:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 UYoshuwa wathi ebantwini: “Niyabona! Eli litye liza kuba lingqina,+ kuba liyive yonke into uYehova ayithethileyo kuthi. Liza kuba lingqina ukuze ningamkhanyeli uThixo wenu.”
27 UYoshuwa wathi ebantwini: “Niyabona! Eli litye liza kuba lingqina,+ kuba liyive yonke into uYehova ayithethileyo kuthi. Liza kuba lingqina ukuze ningamkhanyeli uThixo wenu.”