ABagwebi 3:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UYehova waba nomsindo waza wawanikela* kuKushan-rishatayim ukumkani waseMesopotamiya.* AmaSirayeli aba zizicaka zikaKushan-rishatayim iminyaka esibhozo.
8 UYehova waba nomsindo waza wawanikela* kuKushan-rishatayim ukumkani waseMesopotamiya.* AmaSirayeli aba zizicaka zikaKushan-rishatayim iminyaka esibhozo.