ABagwebi 3:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Xa amaSirayeli akhalayo kuYehova ecela uncedo,+ uYehova wawanika umsindisi,+ uOteniyeli+ unyana kaKenazi, umninawa kaKalebhi.
9 Xa amaSirayeli akhalayo kuYehova ecela uncedo,+ uYehova wawanika umsindisi,+ uOteniyeli+ unyana kaKenazi, umninawa kaKalebhi.