ABagwebi 3:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Akhala kuYehova amaSirayeli ecela uncedo,+ ngoko uYehova wawanika umsindisi,+ uEhudi+ unyana kaGera, umBhenjamin+ owayelinxele.+ Ethubeni amaSirayeli amthumela ukuba ase umrhumo kuEglon ukumkani wakwaMowabhi. ABagwebi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:15 IMboniselo,3/15/2004, iphe. 29-30
15 Akhala kuYehova amaSirayeli ecela uncedo,+ ngoko uYehova wawanika umsindisi,+ uEhudi+ unyana kaGera, umBhenjamin+ owayelinxele.+ Ethubeni amaSirayeli amthumela ukuba ase umrhumo kuEglon ukumkani wakwaMowabhi.