ABagwebi 6:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 UYowashe+ wathi kubo bonke ababeze kuye: “Udinga ukulwelwa nini na uBhahali? Udinga ukusindiswa nini na? Nabani na omlwelayo makabulawe kwangale ntsasa.+ Ukuba unguthixo, makazilwele ngokwakhe,+ kuba kukho umntu odilize isibingelelo sakhe.”
31 UYowashe+ wathi kubo bonke ababeze kuye: “Udinga ukulwelwa nini na uBhahali? Udinga ukusindiswa nini na? Nabani na omlwelayo makabulawe kwangale ntsasa.+ Ukuba unguthixo, makazilwele ngokwakhe,+ kuba kukho umntu odilize isibingelelo sakhe.”