ABagwebi 17:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngoko uMika wathi kuye: “Hlala nam, ube ngutata wam* nombingeleli wam. Ndiza kukunika amaqhosha esilivere alishumi ngonyaka, impahla kunye nokutya.” Ngoko ke, lo mLevi wangena.
10 Ngoko uMika wathi kuye: “Hlala nam, ube ngutata wam* nombingeleli wam. Ndiza kukunika amaqhosha esilivere alishumi ngonyaka, impahla kunye nokutya.” Ngoko ke, lo mLevi wangena.