Rute 4:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 UBhohazi wenyuka waya kwigeyithi yesixeko+ waza wahlala apho. Wathi esahleli kwadlula laa mhlawuleli wayethethe ngaye.+ Akumbona, uBhohazi wathi: “Zibani-bani khawuze ngapha, uhlale phantsi.” Waya, wafika wahlala phantsi. Rute ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:1 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 50 IMboniselo,10/1/2012, iphe. 24
4 UBhohazi wenyuka waya kwigeyithi yesixeko+ waza wahlala apho. Wathi esahleli kwadlula laa mhlawuleli wayethethe ngaye.+ Akumbona, uBhohazi wathi: “Zibani-bani khawuze ngapha, uhlale phantsi.” Waya, wafika wahlala phantsi.