1 Samuweli 5:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngoko bayisa e-Ekron+ iTyeya kaThixo wokwenene. Kodwa kuthe nje yakuba iTyeya kaThixo wokwenene ifikile e-Ekron, amaEkron alila esithi: “Bazise iTyeya kaThixo kaSirayeli ukuze thina nabantu bakowethu sibulawe!”+
10 Ngoko bayisa e-Ekron+ iTyeya kaThixo wokwenene. Kodwa kuthe nje yakuba iTyeya kaThixo wokwenene ifikile e-Ekron, amaEkron alila esithi: “Bazise iTyeya kaThixo kaSirayeli ukuze thina nabantu bakowethu sibulawe!”+