1 Samuweli 10:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Bemka apho baya endulini, yaye wadibana neqela labaprofeti. Ngoko nangoko umoya kaThixo wamnika amandla,+ waza waqalisa ukuprofeta+ kunye nabo.
10 Bemka apho baya endulini, yaye wadibana neqela labaprofeti. Ngoko nangoko umoya kaThixo wamnika amandla,+ waza waqalisa ukuprofeta+ kunye nabo.