1 Samuweli 10:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 USamuweli wathi ebantwini: “Niyambona na lowo uYehova amnyulileyo,+ ukuba akukho namnye unjengaye phakathi kwabantu bonke?” Yaye bonke abantu bakhwaza bathi: “Phila ngonaphakade kumkani!”
24 USamuweli wathi ebantwini: “Niyambona na lowo uYehova amnyulileyo,+ ukuba akukho namnye unjengaye phakathi kwabantu bonke?” Yaye bonke abantu bakhwaza bathi: “Phila ngonaphakade kumkani!”