24 Kodwa amadoda akwaSirayeli ayetyhafile ngaloo mini, kuba uSawule wayebafungisile abantu, esithi: “Uqalekisiwe umntu otya nantoni na ngaphambi kokuba kuhlwe nangaphambi kokuba ndiziphindezelele ezintshabeni zam!” Ngoko akuzange kubekho mntu utyayo ngaloo mini.+