1 Samuweli 16:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Xa babengena kwindawo ababeza kubingelela kuyo, uSamuweli wabona uEliyabhi,+ wathetha yedwa esithi: “Lo umi phambi kukaYehova ngumthanjiswa wakhe nyhani.” 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:6 IMboniselo,3/1/2010, iphe. 23
6 Xa babengena kwindawo ababeza kubingelela kuyo, uSamuweli wabona uEliyabhi,+ wathetha yedwa esithi: “Lo umi phambi kukaYehova ngumthanjiswa wakhe nyhani.”