1 Samuweli 16:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Emva koko uYese wabiza uAbhinadabhi+ waza wamdlulisa phambi koSamuweli, kodwa uSamuweli wathi: “UYehova akamkhethanga nalo.”
8 Emva koko uYese wabiza uAbhinadabhi+ waza wamdlulisa phambi koSamuweli, kodwa uSamuweli wathi: “UYehova akamkhethanga nalo.”