1 Samuweli 16:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngoko wathi makayobizwa waza wamzisa kuSamuweli. Wayengumfana obubomvurha, enamehlo amahle yaye eyinzwana.+ UYehova wathi: “Phakama, mthambise, kuba nguye lo!”+ 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:12 IMboniselo(Kawonke-wonke),No. 5 2016 iphe. 9
12 Ngoko wathi makayobizwa waza wamzisa kuSamuweli. Wayengumfana obubomvurha, enamehlo amahle yaye eyinzwana.+ UYehova wathi: “Phakama, mthambise, kuba nguye lo!”+