- 
	                        
            
            1 Samuweli 20:21IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
- 
                            - 
                                        21 Xa ndithuma unogada, ndiza kuthi kuye, ‘Hamba, uye kukhangela eza ntolo.’ Ukuba ndithe kunogada, ‘Jonga! Iintolo zingakweli cala lakho, yiza nazo,’ ngoko ke wena ungabuya, kuba njengoko uYehova ephila, loo nto ithetha ukuba kukho uxolo yaye awukho sengozini. 
 
-