1 Samuweli 20:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Ukumka kukanogada, uDavide wathi vumbu kufutshane, ngakwicala elingasemzantsi. Waqubuda kathathu, baphuzana,* balilelana, kodwa uDavide wayengoyena ulila kakhulu.
41 Ukumka kukanogada, uDavide wathi vumbu kufutshane, ngakwicala elingasemzantsi. Waqubuda kathathu, baphuzana,* balilelana, kodwa uDavide wayengoyena ulila kakhulu.