1 Samuweli 26:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Emva koko wathi uDavide kuAhimeleki umHiti+ noAbhishayi+ unyana kaTseruya,+ umntakwabo Yowabhi: “Ngubani oza kuhla nam siye enkampini kuSawule?” UAbhishayi wathi: “Ndiza kuhla nawe.”
6 Emva koko wathi uDavide kuAhimeleki umHiti+ noAbhishayi+ unyana kaTseruya,+ umntakwabo Yowabhi: “Ngubani oza kuhla nam siye enkampini kuSawule?” UAbhishayi wathi: “Ndiza kuhla nawe.”