2 Samuweli 1:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Nina zintaba zaseGilbhowa,+Kwanga kungangabikho mbethe namvula kuni,Kungabikho namasimi eminikelo engcwele,+Kuba lingcoliselwe apho ikhaka labanamandla,Ikhaka likaSawule aligalelwanga oli.
21 Nina zintaba zaseGilbhowa,+Kwanga kungangabikho mbethe namvula kuni,Kungabikho namasimi eminikelo engcwele,+Kuba lingcoliselwe apho ikhaka labanamandla,Ikhaka likaSawule aligalelwanga oli.