2 Samuweli 2:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Emva koko uDavide wabuza kuYehova,+ wathi: “Ndinyuke na ndiye kwesinye sezixeko zakwaYuda?” UYehova wathi kuye: “Nyuka.” Waza uDavide wambuza wathi: “Ndiye kwesiphi?” Wathi yena: “EHebron.”+
2 Emva koko uDavide wabuza kuYehova,+ wathi: “Ndinyuke na ndiye kwesinye sezixeko zakwaYuda?” UYehova wathi kuye: “Nyuka.” Waza uDavide wambuza wathi: “Ndiye kwesiphi?” Wathi yena: “EHebron.”+