2 Samuweli 3:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Uthe akufika uYowabhi+ nawo wonke umkhosi awayenawo, bathi kuye: “UAbhinere+ unyana kaNere+ ebelapha eze kukumkani, yaye ukumkani uthe angahamba, waza wahamba ngoxolo.”
23 Uthe akufika uYowabhi+ nawo wonke umkhosi awayenawo, bathi kuye: “UAbhinere+ unyana kaNere+ ebelapha eze kukumkani, yaye ukumkani uthe angahamba, waza wahamba ngoxolo.”