-
2 Samuweli 3:26IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
26 UYowabhi wemka kuDavide waza wathumela abathunywa ukuba baleqe uAbhinere. Bamlanda kwiqula laseSira, kodwa uDavide wayengazi ngale nto.
-