-
2 Samuweli 3:31IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
31 Emva koko uDavide wathi kuYowabhi nakubo bonke abantu ababekunye naye: “Krazulani iimpahla zenu, nizibophe ngamalaphu okwenza ingxowa nize nimenzele isijwili uAbhinere.” UKumkani uDavide ngokwakhe wayehamba emva kokhuko oluthwele isidumbu.
-