2 Samuweli 7:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Wasuka uKumkani uDavide wangena, wahlala phambi koYehova waza wathi: “Ndingubani na mna, Nkosi enguMongami Yehova? Xa ibiyintoni yona indlu yam, le nto ude undibeke kule ndawo ndikuyo?+
18 Wasuka uKumkani uDavide wangena, wahlala phambi koYehova waza wathi: “Ndingubani na mna, Nkosi enguMongami Yehova? Xa ibiyintoni yona indlu yam, le nto ude undibeke kule ndawo ndikuyo?+