-
2 Samuweli 12:15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Emva koko, uNatan wagoduka.
UYehova wambetha ngesibetho, wagula umntwana uDavide awayemzalelwe ngumfazi kaUriya.
-