2 Samuweli 12:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ekubeni efile, kutheni ngoku kufuneka ndizile ukutya? Ndingakwazi na ukumbuyisa?+ Ndim oza kuya kuye,+ yena akazukubuyela kum.”+
23 Ekubeni efile, kutheni ngoku kufuneka ndizile ukutya? Ndingakwazi na ukumbuyisa?+ Ndim oza kuya kuye,+ yena akazukubuyela kum.”+