-
2 Samuweli 12:31IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
31 Wabakhupha abantu ababekweso sixeko ukuze basarhe amatye, basebenze ngezixhobo ezibukhali zentsimbi, nangamazembe entsimbi, benze nezitena. Wenza ngaloo ndlela kuzo zonke izixeko zama-Amoni. Ekugqibeleni uDavide nawo onke amajoni babuyela eYerusalem.
-