-
2 Samuweli 14:17IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
17 Emva koko isicakakazi sakho sithe, ‘Kwanga ilizwi lenkosi yam ukumkani lingandinika isiqabu,’ kuba inkosi yam ukumkani injengengelosi yoThixo wokwenene, ekwahluleni into elungileyo kwembi. Kwanga uYehova uThixo anganawe.”
-