2 Samuweli 21:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kwaphinda kwabakho imfazwe phakathi kwamaFilisti noSirayeli.+ Ngoko uDavide nezicaka zakhe behla bayokulwa namaFilisti, kodwa uDavide wadinwa kakhulu. 2 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:15 IMboniselo,1/15/2013, iphe. 30-31
15 Kwaphinda kwabakho imfazwe phakathi kwamaFilisti noSirayeli.+ Ngoko uDavide nezicaka zakhe behla bayokulwa namaFilisti, kodwa uDavide wadinwa kakhulu.