2 Samuweli 22:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UThixo wam liliwa lam,+ endibalekela kulo.Ulikhaka lam+ nophondo* lwam losindiso,* indawo yam ekhuselekileyo.*+Indawo yam yokubalekela,+ umsindisi wam,+ wena undisindisa kubundlobongela.
3 UThixo wam liliwa lam,+ endibalekela kulo.Ulikhaka lam+ nophondo* lwam losindiso,* indawo yam ekhuselekileyo.*+Indawo yam yokubalekela,+ umsindisi wam,+ wena undisindisa kubundlobongela.