2 Samuweli 23:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 yena zange abuye mva, waqhubeka ewaxabela amaFilisti de yadinwa ingalo yakhe nesandla sakhe sanenkantsi kukubamba ikrele.+ Ngoko uYehova wenza kwakho uloyiso* olukhulu ngaloo mini,+ yaye abantu babuya emva kwakhe beze kuhluba abo baxatyelweyo.
10 yena zange abuye mva, waqhubeka ewaxabela amaFilisti de yadinwa ingalo yakhe nesandla sakhe sanenkantsi kukubamba ikrele.+ Ngoko uYehova wenza kwakho uloyiso* olukhulu ngaloo mini,+ yaye abantu babuya emva kwakhe beze kuhluba abo baxatyelweyo.