1 Kumkani 1:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Wathi uNatan+ kuBhatshebha,+ umama kaSolomon:+ “Awuvanga na ukuba uAdoniya+ unyana kaHagiti ngukumkani, ibe inkosi yethu uDavide ayazi kwanto ngaloo nto?
11 Wathi uNatan+ kuBhatshebha,+ umama kaSolomon:+ “Awuvanga na ukuba uAdoniya+ unyana kaHagiti ngukumkani, ibe inkosi yethu uDavide ayazi kwanto ngaloo nto?