1 Kumkani 1:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Ngoko nangoko uKumkani uDavide wathi: “Ndibizeleni umbingeleli uTsadoki, umprofeti uNatan noBhenaya+ unyana kaYehoyada.”+ Ngoko beza phambi kokumkani.
32 Ngoko nangoko uKumkani uDavide wathi: “Ndibizeleni umbingeleli uTsadoki, umprofeti uNatan noBhenaya+ unyana kaYehoyada.”+ Ngoko beza phambi kokumkani.