1 Kumkani 7:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Indlu* awayeza kuhlala kuyo, eyayikwelinye icala leyadi,+ yayithe qelele kule Holo,* ibe yayakhiwe ngendlela efanayo. Wayakhela indlu efana nale Holo intombi kaFaro, eyayingumfazi wakhe.+
8 Indlu* awayeza kuhlala kuyo, eyayikwelinye icala leyadi,+ yayithe qelele kule Holo,* ibe yayakhiwe ngendlela efanayo. Wayakhela indlu efana nale Holo intombi kaFaro, eyayingumfazi wakhe.+