1 Kumkani 7:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Wamisa iintsika zeveranda yetempile.*+ Wamisa intsika yasekunene,* wathi igama layo nguYakin,* wamisa neyasekhohlo,* wathi igama layo nguBhohazi.*+
21 Wamisa iintsika zeveranda yetempile.*+ Wamisa intsika yasekunene,* wathi igama layo nguYakin,* wamisa neyasekhohlo,* wathi igama layo nguBhohazi.*+