1 Kumkani 8:58 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 58 Kwanga angayitsalela kuye intliziyo yethu,+ ukuze sihambe ezindleleni zakhe zonke size sigcine imiyalelo yakhe, imimiselo nezigwebo zakhe awayalela ookhokho bethu ukuba bazigcine.
58 Kwanga angayitsalela kuye intliziyo yethu,+ ukuze sihambe ezindleleni zakhe zonke size sigcine imiyalelo yakhe, imimiselo nezigwebo zakhe awayalela ookhokho bethu ukuba bazigcine.