1 Kumkani 11:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 UKumkani uSolomon wayethanda abafazi basemzini abaninzi,+ ukongezelela kwintombi kaFaro:+ amaMowabhikazi,+ ama-Amonikazi,+ amaEdomikazi, amaSidonikazi+ namaHitikazi.+
11 UKumkani uSolomon wayethanda abafazi basemzini abaninzi,+ ukongezelela kwintombi kaFaro:+ amaMowabhikazi,+ ama-Amonikazi,+ amaEdomikazi, amaSidonikazi+ namaHitikazi.+