1 Kumkani 12:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ukuba esi sizwana siyaqhubeka sinyuka sisiya kwenza imibingelelo endlini kaYehova eYerusalem,+ nentliziyo yaso iza kubuyela enkosini yaso, uKumkani uRehobhoham wakwaYuda. Siza kundibulala size sibuyele kuKumkani uRehobhoham wakwaYuda.”
27 Ukuba esi sizwana siyaqhubeka sinyuka sisiya kwenza imibingelelo endlini kaYehova eYerusalem,+ nentliziyo yaso iza kubuyela enkosini yaso, uKumkani uRehobhoham wakwaYuda. Siza kundibulala size sibuyele kuKumkani uRehobhoham wakwaYuda.”