1 Kumkani 14:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Emva koko ndabukrazula ubukumkani kwindlu kaDavide, ndabunika wena.+ Kodwa wena awubanga njengomkhonzi wam uDavide owayithobelayo imiyalelo yam nowandilandela ngentliziyo yakhe yonke, esenza izinto ezilungileyo kuphela emehlweni am.+
8 Emva koko ndabukrazula ubukumkani kwindlu kaDavide, ndabunika wena.+ Kodwa wena awubanga njengomkhonzi wam uDavide owayithobelayo imiyalelo yam nowandilandela ngentliziyo yakhe yonke, esenza izinto ezilungileyo kuphela emehlweni am.+