1 Kumkani 15:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 UKumkani uBhahasha wakwaSirayeli wenyuka eyokulwa noYuda waza wakha* iRama,+ ukuze kungabikho mntu uphumayo okanye ungenayo kummandla kaKumkani* uAsa wakwaYuda.+
17 UKumkani uBhahasha wakwaSirayeli wenyuka eyokulwa noYuda waza wakha* iRama,+ ukuze kungabikho mntu uphumayo okanye ungenayo kummandla kaKumkani* uAsa wakwaYuda.+