1 Kumkani 17:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Wathi lo mfazi kuEliya: “Ndikwenze ntoni* mntu kaThixo wokwenene? Ngaba uze kum ukuze undikhumbuze ngesono sam nokuze ubulale unyana wam?”+ 1 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:18 IMboniselo,2/15/2014, iphe. 15
18 Wathi lo mfazi kuEliya: “Ndikwenze ntoni* mntu kaThixo wokwenene? Ngaba uze kum ukuze undikhumbuze ngesono sam nokuze ubulale unyana wam?”+