1 Kumkani 17:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 UEliya wamthatha umntwana kwigumbi eliseluphahleni, wamsa endlini wamnika umama wakhe, waza wathi: “Jonga, unyana wakho uyaphila.”+
23 UEliya wamthatha umntwana kwigumbi eliseluphahleni, wamsa endlini wamnika umama wakhe, waza wathi: “Jonga, unyana wakho uyaphila.”+