1 Kumkani 19:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngoko wavuka waza watya wasela, ibe oko kutya kwamnceda wanamandla okuhamba iintsuku eziyi-40, ubusuku nemini, de waya kufika eHorebhe, entabeni yoThixo wokwenene.+ 1 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:8 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 103-104 IMboniselo,7/1/2011, iphe. 20-21
8 Ngoko wavuka waza watya wasela, ibe oko kutya kwamnceda wanamandla okuhamba iintsuku eziyi-40, ubusuku nemini, de waya kufika eHorebhe, entabeni yoThixo wokwenene.+