1 Kumkani 19:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 UYehova wathi kuye: “Jika uye kwintlango yaseDamasko. Ukufika kwakho, uze uthambise uHazayeli+ abe ngukumkani waseSiriya. 1 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:15 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 106-107 IMboniselo,7/1/2011, iphe. 22
15 UYehova wathi kuye: “Jika uye kwintlango yaseDamasko. Ukufika kwakho, uze uthambise uHazayeli+ abe ngukumkani waseSiriya.