1 Kumkani 22:51 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 51 UAhaziya+ unyana ka-Ahabhi waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya ngonyaka we-17 kaKumkani uYehoshafati wakwaYuda, yaye walawula kwaSirayeli iminyaka emibini.
51 UAhaziya+ unyana ka-Ahabhi waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya ngonyaka we-17 kaKumkani uYehoshafati wakwaYuda, yaye walawula kwaSirayeli iminyaka emibini.