2 Kumkani 19:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 UHezekiya wazithatha iileta ezandleni zabathunywa, wazifunda. Emva koko wenyuka waya endlini kaYehova waza wazitwabulula* phambi koYehova.+
14 UHezekiya wazithatha iileta ezandleni zabathunywa, wazifunda. Emva koko wenyuka waya endlini kaYehova waza wazitwabulula* phambi koYehova.+