2 Kumkani 21:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UAmon+ waba ngukumkani xa wayeneminyaka eyi-22, waza walawula iminyaka emibini eYerusalem.+ Igama likamama wakhe yayinguMeshulemete intombi kaHarutse waseYotebha.
19 UAmon+ waba ngukumkani xa wayeneminyaka eyi-22, waza walawula iminyaka emibini eYerusalem.+ Igama likamama wakhe yayinguMeshulemete intombi kaHarutse waseYotebha.