2 Kumkani 23:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 UYehowahazi+ wayeneminyaka eyi-23 xa waba ngukumkani, yaye walawula iinyanga ezintathu eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguHamutali+ intombi kaYeremiya waseLibhena.
31 UYehowahazi+ wayeneminyaka eyi-23 xa waba ngukumkani, yaye walawula iinyanga ezintathu eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguHamutali+ intombi kaYeremiya waseLibhena.