-
2 Kumkani 1:15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Ingelosi kaYehova yathi kuEliya: “Hamba naye. Ungamoyiki.” Ngoko waphakama waza wehla naye baya kukumkani.