2 Kumkani 8:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Wahamba noYehoram unyana ka-Ahabhi beyokulwa noKumkani uHazayeli waseSiriya eRamoti-giliyadi,+ kodwa amaSiriya amonzakalisa uYehoram.+
28 Wahamba noYehoram unyana ka-Ahabhi beyokulwa noKumkani uHazayeli waseSiriya eRamoti-giliyadi,+ kodwa amaSiriya amonzakalisa uYehoram.+